Zanemvula Yamagama imbongi

Zanemvula Yamagama imbongi Umdlali weqonga//Umbhali wemibongo//Young entrepreneur imbongi,umbhali wamabali ngolwimi lesixhosa...

05/03/2022

Zinyoka ll

Adam wayolul' ingalo waty' emthini,
Okungatyiwa kuwo entsimini.
Yenza njalo inyoka ukubathelekisa
Wenje njalo ukubaqalekisa emyezweni
Kunye nesizalo sabo
Zitshw' izibhalo

26/11/2021

Justice For Lathitha Nako

Ndibhala lo mbongo
Ndibhala lo mbongo ndinyembezana
Ndibuhlungu ngenxa yesehlo esehlele le ntwazana
Ndibhala lo mbongo ndinyembezana 😥😥

Ebeyintyatyamb' egqamileyo kunazo zonk' estiyeni
Nqwa ne langa liphum' ekseni
Ekhanyise bumnyameni

Umnt' ontsundu onyelise inkolo yabantsundu engumnt' ontsundu
Intwas' uzalwa nayo engazicelelanga
Emakwenu anixelelwanga?
Ngoba esikolweni ingathi anifundiswanga

Naye ebengazicelelanga
Naye wathwaliswa engazi
Waphathiswa ngamanyange ukuze abelilitha ezweni njenge langa mini
Akhanyise njenge nyanga ebusuku

Ndibhala lo mbongo
Ndibhala lo mbongo ndinyembezana 😥😥
Akuvumi ndithule
Kuthi mandinqule

14/06/2021

"Knowledge is a powerful weapon,arm yourself with it"
✍️❤️

19/11/2020

"Uninzi lethu latshatyalaliswa kukuswel' ulwazi,,zonke iimbongi ✍🗣🎤zelizwekaz' iAfrika 🌍maziqhubekeke nokudlulis' ulwazi kwabo baswele lona ukuze isizwe sethu sethu sisinde"

11/11/2020

SlikourOnLife is an Urban (hip hop) publication catering for music fans through music; video; artist interviews; exclusive downloads & event coverage connecting people through culture. We Outchea!

Address

Zimbane A/A Bongweni Loc King Street
Umtata

Telephone

+27722248834

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Zanemvula Yamagama imbongi posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Contact The Establishment

Send a message to Zanemvula Yamagama imbongi:

Share