Joejo the jokes

Joejo the jokes Jokes

Ngaba yin loku
07/06/2023

Ngaba yin loku

20/07/2022

Akudubule nge teargas ikbethe ebunzi ufe ingakuqhumiselanga ey amapolisa awazlandel I rules 😳

28/04/2022

Hello 👋 good people

Ngamaqanda mosi la?
13/10/2021

Ngamaqanda mosi la?

14/07/2021

Namhlanje sizauthetha nga Mampandla

Yintoni isilo saMampandla klk sizwe skaXhosa amampandla awanaso isilo kodwa isilo sawo ikwangumntu

Njani ubangumntu?

Klk kukho ababantu banenwele emacaleni zingabikho apha phezulu kuthwe ubizwa kwayo lonto yimpandla

Abobantu ke ngabo izilo zamampandla uyawfumanisa uba amampandla ayathanda ufikelwa ngobsuku engacinganga ngababantu banempandla sube befikelwe sisilo sabo

Awvule nkosazana Zuma safa ukoma
19/01/2021

Awvule nkosazana Zuma safa ukoma

18/01/2021
09/01/2021

Uve kuthwa uyatyelwa xauzam uphanda Kanti utyelwa yle soccer player uythanda kakhulu kule team uylandelayo

Ulahla ucherry?

Okanye ulahla (Kaizer Chiefs,Pirates , sundowns? ) Team yakho?

Inoba ngowaphi ke Lo?😎😎😎😎😎😎
08/01/2021

Inoba ngowaphi ke Lo?😎😎😎😎😎😎

Address

Stutterheim
Stutterheim
4930

Telephone

+27737568023

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Joejo the jokes posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Contact The Establishment

Send a message to Joejo the jokes:

Share

Category