Mxhosa xho

Mxhosa xho Contact information, map and directions, contact form, opening hours, services, ratings, photos, videos and announcements from Mxhosa xho, Poet, 13Gratten Street, Port Elizabeth.

17/04/2023

Ubomi bungamahla ndenyuka
Ubomi bungamahla ndenyuka ewe ndiyavuma
Aphe bomini kukho amaxesha apho uzama ude ungayiboni imizamo yakho uphele ufune ukwehlisa ibhayi obulombethe emagxeni😭kodwa ke akukho okogqitha ukunyamezela💔ngokuba kaloku kuthiwa umzingisi akanashwa💔
Ndithi qiqa uqonde ngqo 😢ngokuba
Akukho okuza lula kungekho okuza msinyana💔
BAVUMELE BAKUHLEBE
BAVUMELE BAHLEKILE KODWA ENDIYAZIYO UTHI UMXHOSA XA UTHETHA UMNTU UVUNA OBEKULIMILE😭

06/02/2023

❤️❤️❤️

09/01/2023

Mhla ndandiqala ukumbona i ntliziyo yasuka esihlalweni😭yangathi ndishiywa zinqondo😭
Imini nobusuku wayezilawula ingcinga zam😭umphemfu uxhelekile😢

Besithi yinkunkuma😢ndimile ndisithi ludidi lwam olu😭
Esithi ndilubambo lwakhe mna naye sokohlulwa lizulu💔💔😭
Kusenjalo wavele wanyamalala💔okomsholoku😭
Wandishiya ndizibuza imibuzo?😢

Ndizibuza kungani endenza kanje?😭
Ndizibuza ukuthi luyini uthando💔😭
Ndaziphendula ndisithi💔😢

Uthando lungamanyala😢ndiyavuma😭Bendisithi uzokuba ngowam 😢
Kanti chaa azivum'intambo ngalokho😢

Uthando lundifundise ndiyavuma😢😢😭
Ndimyekile😭 kuba uvumile😭😭💔
Ndikhe ndazikhohlisa ngalo💔💔😭😭

Ntliziyo yam xola😭😭😭💔💔💔

BY:Y.Daba❤❤

05/01/2023

Yha Qhawuk'imbeleko!
Yha Qhawuk'imbeleko!
Qhude manikiniki!kwabhentsula amalayilayi!kwavela amabibi!!
Yacambuluk'imbali yelilizwe!
Yiyo lonto undiva ndithetha ndisithi!
Kushukuma mathambo amaqhawe!
Kushukuma amathambo amaqhadikazi!
Nazo ke madoda intwe zacangumcangene!

Nabo CHRIS HANI
Nabo STEVE BIKO

INKALAKATHA EZAZIWAYO MADODA
NDE RHAM!NDE NGCINGCILILI!

IYHOOOOOOO!!!!!!!

08/12/2022

Mathongo amnandi zithandwa zam❤️❤️❤️🙏🙏👏👏

08/12/2022

Xhosa obhetere ❤️❤️

08/12/2022

Ndihambile
Ndibonile
Ndikhalile
Ndiwile
Ndiphakamile

Ndithukiwe
Ndithunukiwe kodwa
Ndithuthuzelekile 😭😭😭

Singqala Sam sifuna ndiningqale Nina madoda
Budoda buni obu nibudodiswayo
Banidodisela ukudodela kwamanina
ukuba yimfihlo yenu leyo hlalani nizidyongwe
Madoda sityhileleni imfihlo yenu yobudoda singani tyholi kanti nenza isiko sixeleleni umfihlo yobudoda Ngoba ayaphella amanina😭😭

Masibambaneni banttu abantsundu kuyonakala💔💔💔💔

08/12/2022

Awu!Qamatha
Awu! Ngwelesheshe Yezulu nomhlaba
N**i iizimvu zakho zikhothamelle! Zikhothamelle wena! 😭😭
Lula Lula esakho isandla😢
Philisa ilizwe letthu! 😥
Lonakelle 😭Lonakele ziziyobisi 😢Lonakele kukuhlukumezeka! 😢ko mama nabantwan 😭😭
Kunjenje

Kaloku thiina abamnyyama!

Asiqali siyiqinise I ngqondo umqollo siwuqinise nkqi😭Neqhina liyasoyisa thina abonqena qo😢😢😢Ngoba asiqiqi sinqonde ngqo Nangona konakala kweli lizwe😭😭😭

Thathelela nkosi💔💔💔💔
LAYITA NKOSI MATCHES YEZULLU IKUWE🙏🙏🙏

Address

13Gratten Street
Port Elizabeth

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Mxhosa xho posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share

Category