Mqwangqweni Art Festival

Mqwangqweni Art Festival Mqwangqweni Art Festival

29/05/2026

Bafethu nge 16June akukho ukuphumla lemin indikhumbuza 16June last year lapho ndandigijima estage eLwandile ngongathi andishonelwanga ngumntana lapho babethi abantu ngeke ndikwazi ugibela eStage

kodwa ngamandla waMasukude ndakwazi kwaye umntu owayendibone Lwandile wayengathi kuyaxokwa xa kuthiwa ndilahlekwe ngumntana ngendlela endandinamandla ngayo

indaba isemamolweni kulonyaka mini yonke late indlela sijongisa gijini emigalo

https://youtu.be/t-MqLlMekmY?si=DLK7V1DzJtaVEH6c

Address

Ngqeleni

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Mqwangqweni Art Festival posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share