Indy dah poet

Indy dah poet Imbongi yomthonyama message us for hire info ingwekrala for hire or more tap the button to massage

Seza dlula ezo ntsuku😣😣😥
11/02/2020

Seza dlula ezo ntsuku😣😣😥

Mandibhotise ngqanga nee ntsiba zayo.Mawethu kukho ingxak encinci nje esilibazisileyo ne thande ukusichithisa ixesha kod...
28/12/2019

Mandibhotise ngqanga nee ntsiba zayo.

Mawethu kukho ingxak encinci nje esilibazisileyo ne thande ukusichithisa ixesha kodwa ke ningasadinwa ingwekrala ibuyile izo yila icwecwe elitsha lika 2020

12/10/2019

Konakele!

Ndibolekenindlebe
Mzontsundu konakele.
Ilixa lisondele.
Umhl'ozayo ufikile.
Mkhululeni umntwana
Agoduke.

2020
🎤Konakele!🎤
album coming soon.

16/06/2019

Yhaqhawuuuk'imbelekooh!!

Ndithe gqi xa kany'engqalingqonge-ngqonge.
Wayqala nge gqudu engqosheni yagquuumaaah.
Isithi qhub'ungqine uqiniseke mna.

ndiyakuqumba kodwa andiyi kuqalekisa kuba.
IIngqaqambo zenhliziyo kukuqala kokuqina kwam.
Ndiqhel'ukngqal'iqhin'elingqingqisholo ndiqonde ngqo.

Ndiqhubele phambili kaloku mna.
Umqa undiqonda qho ndingqengqe ngomqolo. ndingqina ngeliqhosha lengqondo uzeeeh! ngqooohh!!

15/06/2019

☣️Yeeehaaa! Ke magwalandin.

Ndizakuthathumthuthu ndithiy'othathatha.
Bathethe balathuluthi lothungo kumathambeka.
Kuba lul'oluthwax'ihlabathi kuthuthumbe.
Kwethizithukuthuku kuthul'ubuthiii!

ISaqhubeka.

09/06/2019

KHAWHLE K*M.

Ngxaatshooh! Ke! Mzontsundu!

Ndibolekeni ndlebe kaloku nam ndithethe.
Ndiniken'incindi yosiba ndiphalaze lentlungu.
Ndiniken'imigqala ndidiliz'ezosbukhobok'iindonga.
Ndityeshel'ukona ndandul'ukulunga.njengo langalokulunga.

Bathi kwedini hlal'emgcen'uchazbu hlaphi.
Wehl'uhlomuhlasel'eentlantini
Zeendlobongela zihleli ngentlonti.
S**a wahleka kwahlokom'intloko
Kwahluthuk'amanwele.
Kwahlininik'izihlobo kwa hlabek'izihlwele.

Ngolohlobo uluhlanga kwezintlobooh!!
Dlala ngendlel'ehlukile
uhlalty'ubuhloliwe. Kuba
Wahluka mhla uhlobuk'ephehlweni.

Zungehli wenyuka udlale ngendlela
Ingathi awuzazi ub'usingephi.
Ungadlondlobali kodwa hlal'ungohluleki.

Amade ngawe tyala
Leyo yingw'ekrala!

Ndee! qongqololooh!

Address

Matatiele

Opening Hours

Monday 09:00 - 17:00
Wednesday 09:00 - 17:00
Friday 09:00 - 17:00

Telephone

+27637575765

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Indy dah poet posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share