16/12/2021
Molweni bakhaya ndiza nokunazisa ukuba Amamvulane funeral Service asekhona izinto zojika kunyaka ozayo ungajoin ngoku ngeR200 ubethe iR250 ngenyanga.kulo uzayo unyaka uzojoin ngeR350 ubethe iR200 ngenyanga.imbendlenge zakho ziyi7 ulinda iinyanga ezi6 ukuze ubelilungu elipheleleyo,asizihlali imeetingZ umntu uZa Ngozo betha istamp eoffice xa ufuna uva kabanzi ngalombuto ungafownela eoffice ku0680791003 okanye undinbox, Amamvulane funeral services nguzwelonke siyakusebenZela noba awulilo ilungu lethu
siyawugodusa umzimba noba uphi enkosi ayazosula iinyembezi