01/10/2020
New juice on the streets🔥🔥
Sondela Kancinci
Artist : DaFezz x LaNtura
Genre : Trap Soul
https://www.slikouronlife.co.za/song/172959/sondela-kancinci
Download, Enjoy and share
Hook (DaFezz x LaNtura)
*DaFezz
Jong neMfama ziyabona
Ndithanda wena ayykhona
Celusondele kancinci x2
Ndik'khangela okwe span
Kunini ndikitsana nawe
Celusondele kancinci x2
*LaNtura
Celusondele kancinci
Khwinto endifunuyi hleba nawe
Kunini ndikitsana nawe
Ndik'khangela njenge dollar
Jonga neMfama ziyabona
Ndithanda wena Haykhona
Celusondele kancinci x2
Verse
DaFezz SA x LaNtura SA
*DaFezz
Cela usondele kancinci/
Ndzok Tepela intlizoyo yam//
Hope uyandiva ba ndithini/
Zange ndambona One ngawe//
*LaNtura
Tshini khoyeke uzulisa/
Kodwa uyazazi ungoWam//
Ndakcela khoyeke undpholisa/
Yandbona ndiphambana ngawe//
*DaFezz
Ndakcela khayeke uBullisha//
Yinton uthanda uCoolisha//
Kude kbenzima ubulisa//
Qho xa ndidibana nawe//
*LaNtura
Qho xa ndidibana nawe/
Wenze ngathi ubambi phone//
Utheni awsayboni ne Ow/
Ndingu Amaza iPoni ephethi Oak//
*DaFezz
Njengo Rasta ndikthanda okwe Smoke//
*LaNtura
Ndakthanda mna baby no jokes//
*DaFezz
Hella Ndikuwe awsaboni//
*LaNtura
Utheni awsaboni ndakfuna//
*DaFezz
Tepa elothando ndalfuna//
*LaNtura
Uqhekeze noba kancinci//
*DaFezz
Gqiba usondele kancinci//
*LaNtura
Celusondele kancinci//
*DaFezz
Hella Hella. Hella. Sondela. Ndakcela
*LaNtura
Hey marn. Hey marn Ndazfela ngempela
Hook Till the end
•DaFezz Jonga nee mfama ziyabona/ ndithanda wena hay khona/ ndcel' usondele kancinci/ ndcel' usondele kancinci/ ndikukhangela okwe span/ kunini ndikitsana nawe/ ndcel' usondele kancinci / ndc