08/07/2021
Wakhe wamthanda umntu ubone ukuba xa unaye ayikho enye into oyidingayo ebomini
Kodwa nohlukaniswe ngabazali ngendlela engathandekiyo
Xa sophinda ufuna ubuyelana naye athi akasakwaz qhubeka ngobomi bakho ube uyaz ukuba ayikho enye intombazana or umfana onjengaye
Yaz uthando sometimes lukwenza wenze izinto ezibheka ecaleni
If you have a perfect boyfriend or girlfriend no matter how rich or poor it is keep it bcs one day you shall get married to him or herπ