Lunga_Foundation

Lunga_Foundation LUNGAZ FOUNDATION (Est. 2017)
Sports & Culture. Empowering communities through sports and culture. BABAA! SIZW'ESINTSUNDU!

we host tournaments, train young athletes, and promote inclusivity in sports bridging the gap between rural and developed areas. The LUNGA FOUNDATION aims to promote development in sports and other activities within our communities. The Lunga Foundation believes in BACK TO THE COMMUNITY.

Ukuxhasa ezemidlalo kwiindawo zethu kukwakha ikamva eliqaqambileyo. Sport ibanceda abantwana bafunde ukuzithemba, ukuseb...
22/11/2025

Ukuxhasa ezemidlalo kwiindawo zethu kukwakha ikamva eliqaqambileyo. Sport ibanceda abantwana bafunde ukuzithemba, ukusebenzisana, nentlonipho ,kwaye ibavulela amathuba okukhula, uqeqesho, kunye neendlela zokuphumelela ebomini. LUNGAZ FOUNDATION izibophelele ekuphuhliseni ulutsha, ekudaleni amathuba, nasekukhuliseni ithemba kuluntu lwethu.

02/11/2025

Umntandazo

01/11/2025

😎

01/11/2025

Masibize amagama ethu ngolwethu ulwimi lwesiXhosa. i Lungaz_Foundation iyazingca ngoLwimi lwesiXhosa

30/10/2025

Ukuphila Kwabantu kukuvuyisana

When i was young i knew people from other villages because of Sport. Let’s connect once more…
18/10/2025

When i was young i knew people from other villages because of Sport.

Let’s connect once more…

🎁
10/10/2025

🎁

Address

East London
5201

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Lunga_Foundation posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Contact The Establishment

Send a message to Lunga_Foundation:

Share

Category