Amaxhosa odwaa

Amaxhosa odwaa Its about fun

09/09/2025
30/08/2023

Mehlo madala sizwe sakuthi

22/03/2021

Xa ungumntu oRight kuthenii neEx ezi More than 3?hay shame nibabii phambi kwamehlo wam noNkulunkulu🤞🙄😔

23/09/2020

Ndibuyile kwakhona uxolweni ngonqaba❤😊😭😭

24/04/2020

Akhona amaxesha apho kufuneka uhlale phantsi uzifune uzikhangele uba ungubanii,ufunanii apha empilwenii.akhona amaxesha apho ungazazii nokuba utyiwa yintonii kodwa ube ungaziva ukahle😪zikhona intsuku apho oke unqwenele nje uke ubewedwa ucinge ungaphazanyiswa mntu😊Khona amaxesha apho uke uzibone ungenamsebenzii ,ungasibonii isidingo sakho ngenxa yoba izinto azihlanganii,azihambi ngohlobo obufuna zihambe ngalo😪akhonto ebuhlungu njengothanda umntu ongenaxesha lakho,ongenandaba nawe😭akhonto ebuhlungu njengophoxwa ngumntu obuzixelele ngaye,usithi nofa ndawonye😪akhonto ekhathaza ngathi kuzibona ungenamntu wokuthetha,izihlobo nabahlobo bekushiyile ngoba awunanto😭impilo inzima ifuna abomeleleyo❤🤗

23/01/2020

Ndibuyile bahlobo bendikade ndingenaPhone😭😭Uxolwenii🙏🙏🙏🙏

30/08/2019

MOLWENII BANTASE NDIFUNA UKUTHI BUSUKU BENZOLO NDIYANITHANDA💝💟🔥

06/07/2019

Botanii Sizwe SakwaXhosa Amade ngawetyala ndifuna ukuthii hlalanii ningawalahli amasiko wenu nizinze nixele oKhokho bethu kuthiwa umnandii ngokuchubelana ngoko ke sizwe sakuthii ndithii Masihlalenii sibonisane sibambanenii Ntozakuthii ...Nibenosuku oluhle bantase💓🔥💯😍

25/05/2019

I didn't fail my success is just postponed for some time💖🔐🌎😋🔥

Address

Zone 14
Durban

Telephone

+27717192060

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Amaxhosa odwaa posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share