UKZN Xhosa Students association HC

UKZN Xhosa Students association HC Umbutho Wesi Xhosa kwiziko i UKZN e Haword “BUYELE EMBO SIZWE SAKWAPHALO”��

08/04/2026



"A nation's culture resides in the hearts and in the soul of its people" (Mahatma Gandhi).

We Are The Xhosa Nation And We Are Proud 🤞🤞🔥🔥🙌🙌

30/03/2026
30/03/2026

30/03/2026

Bhotani mawethu nakuni sizwe sakwaPhalo. Kuluvuyo olukhulu ukuba sonke sidale eli phulo lokudala umbutho wesiXhosa kwiziko lethu. Iinjongo zalombutho kukwenza inkcubeko yethu ibonakale kwaye ingafi phakathi kwezinye izizwe. Sinqwenela ukubonisa inkcubeko yethu entle ngendlela esinxiba ngayo, esicula ngayo nesisenza ngayo izinto. Ndibulela kubo bonke abathathe isigqibo sokujoyina kuba eli likhaya lethu elikude nekhaya. Inye qha into esiyicelayo uba kungabiko zinto zepolitiks ngoba thina asiloqembu le politiki siliqembu lakwaXhosa. Asinakulinda ukuva izimvo zakho ezintsha malunga nokuba siza kuncedana njani ukuze umanyano lwethu lukhule.

BUYELA EMBO SIZWE SAKWAPHALO ✊🏾

Address

Sphiwe Zuma Avenue
Durban
5009

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when UKZN Xhosa Students association HC posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share