Masenze Ubumnandi Edongwe

Masenze Ubumnandi Edongwe Contact information, map and directions, contact form, opening hours, services, ratings, photos, videos and announcements from Masenze Ubumnandi Edongwe, Live Music Venue, Dongwe.

08/09/2021

yooo hay madoda into zasezilalini umfana alale kuronta ngathi yinyama yomsebenzi hay

19/08/2021

gyz iBerlin lena iyawze iphuhle xaniyjongile yooo kungabikho noKFC lo wembala

03/08/2021

YA GYZ LAST WEEK SIDLALILE ITORNAMENT YEPOOL ND KWAMNANDI

LO BOTTLE BESIYDLALELA IYE YAWINWA NGU RONDO

ASIKAYAZI NGK UBA IZOBANINI KWAKHONA LOTORANMENT BT INJONGO KUYENZA QHO NGE WEEKND

05/07/2021

# NDICELA UKWAZI

Uxhomo uphantsi kwedongwe mos??

Ndicela ucacuselwa apha Xa kulingiswa indlela yasemcotsho umhlaba banalo ilungelo lokukha umhlaba kwa xhomo kodwa Balu gisa emcotsho? Ngoba uhlaba wakwaxhomo ngowase Dongwe mos or iDongwe uyayazi lonto babexelelwe ngalonto ?

# # ANDAZI NDICELA UKWAZI??

14/06/2021

🎱🎱🥢🎱🎱🥢🎱🎱🥢🎱🎱🥢🎱

TOURNAMENT
ISAZISO:SICELA BONKE ABANTU ABAONMDLA KWITUMENTE UYAKUBE IBANJWE KWA TIDO'S PLACE

Date:19:06:2021

Place: Dongwe location TIDO'S PLACE

Fees: join R20

Prices: 1st pr Bottle brandy nd case beer
2 cd pr R100

Time:6pm to 10pm

INTERTEMENT

Local dj:Dj Tido (DO)
DJ Loyiso(KHALTSHA)
DJ O,D. (KASI)
ND MORE FUN PLZ DONT FORGOT YOUR MASK 😷😷😷😷

CAME ND SEE
WOZA UZOBONA

# UBUNANDI EDONGWE

Kwicala le safety nd security ningaxhali yonke into izobaryt siyathembisa

Nkosi T.LUBISI

09/06/2021

Good morning gyz 🌞🌞

14/05/2021

Send a message to learn more

Address

Dongwe

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Masenze Ubumnandi Edongwe posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share