Ezingafun"ubhatala amatyala

Ezingafun"ubhatala amatyala ezingafun"ubhatala amatyala

02/11/2024

Sifuna I VAR siqhathiwe makagxothwe LA ref 🤣🤣🤣🤣

18/10/2024

Yintoni isizathu sokudubula ubulale umntu? 😭😭😭Namhlanje sinezingqala, sineemibuzo ngaphendulekiyo esizibuza yona, siyalila imihla nezolo ngenxa yakho 😭😭yehlisani ulaka ntozakuthi yhiini kodwa. Iphina intliziyo yobuntu? Izikhalo zabantu enibabuleley azinkentezi yhiini na ezindlebeni zenu? Behla njani ubuthongo emva kwezizikhalo zingaka

10/08/2022

Sabandi I weather yase kapa inandawana ifuna 🥃🙄

01/08/2019

Umntu uze k*m exakekile ezoboleka imali yophangela ngoku caba sizode sibe ziintshaba ngenxa ye R300 ye bus ticket

30/06/2019

Bhatalani iimali zabanye abantwana ubulusizi ngokuya ubuyiboleka ngoku seyingumlo xa kufuneka uyibuyisile

30/06/2019

Ngobani ezi zingafun"bhatala imali zabanye abantu ?

Address

Cape Town

Telephone

+27843559220

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Ezingafun"ubhatala amatyala posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Contact The Establishment

Send a message to Ezingafun"ubhatala amatyala:

Share