Xhosa jokes

Xhosa jokes Comedian//Influencer

New page

01/02/2026

I don't drink and drive , I drive and drink.๐Ÿฅบ

20/01/2026

Niyothuka xanilala nodwa xakubanda kodwa xakushushu niyabagxotha.

17/01/2026

Ngeke undbone ndisela namantombi mna cz ayabatywa mna andisabatywa ๐Ÿ˜

24/12/2025

Kubekho aba basengama Virgin kodwa badala๐Ÿ˜ญ

16/09/2025

I Kaizer Chiefs iwinile kule yasekhaya I TV nje.

26/08/2025

With Stunner Injjay'empilo Rsa โ€“ I just got recognized as one of their rising fans! ๐ŸŽ‰

21/08/2025

Ndiyasweleka ngomso , ndicela umntu okufitshane nam azondbona .

21/08/2025

Ngomso ndiyapeya ochanileyo ba ndingubani ndimnika I r100 ngoku.

20/08/2025

Uzuqonde ndi serious ngo life,oko ndazalwa zange nda fainta

20/08/2025

Abanye abazali bafanelwe yi 5 litha ye rain dance umntu arhude imini yonke

20/08/2025

ndilambile qha andizutya tuu ndfuna ufa.

20/08/2025

Kumandi uGroove'a apho ungaziwa khona uyakwaz noqhatha abantu uthi ulijoni

Address

28Cypress Street
Cape Town

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Xhosa jokes posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share

Category