03/05/2021
Le mfundo enomsila isebenzela abatheni kanti?
Ngabatheni aba bame ezindleleni baphethe ama(cardboard)anombhalo othi"help me to find a job I'm the graduate of..."
Kambe abanye babizelwa ezikolweni bazokhuthaza abafundi
Basuke babenyembezana kuba abayazi ukuba bazothi ibaluleke ngantoni imfundo
Kuba nabo bafunde bade bayityekeza kodwa bajika nelanga akho msebenzi bawufumanayo