Xhosa Comedy News

Xhosa Comedy News Fiction Storyteller 🎙️ | Men’s Mental Health Champ 🗣️| Drag Race 🏎️💨🏁 | IsiXhosa Newscaster 📻
(3)

30/04/2026

Lhoooooo…nguSis Nomzekelo intombi entle yaKuSilityiwa eDutywa kweliphondo leMpuma Kapa. Uthi indlela ayithanda ngayo indoda yakhe uTa Ayodele ngaske alile iinyembezi. Lenzwakazi igcogce lendoda esidleleni, kwaye akalindelanga kugwetywa ngabantu basetyhini 💉✍️🩸🎨🎟️😴💤🛌😪🫩🥱

Intatheli yethu esenzele elinqaku nguVingcelis’dudla Khabikula 👇

29/04/2026
26/04/2026

Lhoooooo…nguSis Nontothoviyane intombi yakuMankara eTarkastad kweliphondo leMpuma Kapa. Uthi ukruqukile ngabantu abangobhuti abathetha isifirifiri kuye, uzakuba phoxa next time bangathandi 😘😍🥰💋😻💄💃🕺🏾🩰🪩

Intatheli yethu esenzele elinqaku Khabidikazi Styembamva 👇

23/04/2026

Lhoooooo…nguBaw’Tyhopho indoda yakuSfonondile eCala kweliphondo leMpuma Kapa. Kuthiwa uthandwa kakhulu ngabantu basetyhini, naye uzazibuza kutheni ethandwa ekugugeni. Abanye bade bamfunxe bekrobe ngefestile 💃🕺🏾🩰🪩🎶🎤🎸🎹🎧

Intatheli yethu esenzele elinqaku nguNongxondorha Mafulangesnene 👇

CPUT graduation yomninawa wam 🎓
16/04/2026

CPUT graduation yomninawa wam 🎓

08/04/2026

Bayitshil’iBhota Sigcawu 🎶🎤🎸

07/04/2026

Lhhhhhhhoooooooo…. Ngusis Mahindra elinye lamarhamente etyalike esingafuni kuyikhankanya 😭😍🚘🚨

30/03/2026

Applications for 2027

Address

Cape Town
5400

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Xhosa Comedy News posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Contact The Establishment

Send a message to Xhosa Comedy News:

Share

Category

//iconSize: [32, 32], //html: '' }) .bindTooltip(name, { //permanent: true, direction: 'bottom', //offset: L.point(12, 25), //opacity: 0.88, interactive: true }) .bindPopup(name); markersLayer.addLayer(marker); } function getMore() { if (gettingMore) { return; } gettingMore = true; var center = map.getCenter(); $.ajax({ url: "/vicinitysearch", data: { lat: center.lat, lng: center.lng, country: "SOUTH AFRICA" } }) .done(function(data) { var added = 0; data.forEach(function(loc) { if (!locationIds.includes(loc.id)) { var mapLoc = {id:loc.id,lat:loc.latitude,lng:loc.longitude,title:trunc20(loc.name),popupHtml:loc.popupHtml,urlPath:loc.urlPath,pictureUrl:loc.pictureUrl}; locations.push(mapLoc); locationIds.push(loc.id); map._addMarker(mapLoc); added++; } }); }) .always(function() { gettingMore = false; }); } map._clearMarkers = function() { markersLayer.clearLayers(); } }); }, 4000); });