Nomaxhosa Traditional Music

Nomaxhosa Traditional Music Traditional Music Artist have three albums, write songs, sing and dance

Save the date 31 October 2026….siseNgcobo bazalwane…..sicela inkxaso kalok. Mholweni bethuna ❤️❤️❤️
27/08/2026

Save the date 31 October 2026….siseNgcobo bazalwane…..sicela inkxaso kalok. Mholweni bethuna ❤️❤️❤️

Abantu bayabuza ndinqabeleni😊Mholweni bethuna ndiyathemba niseryt ndiryt nam ngapha enkosi.🤗Kalok into endinqabisayo yil...
28/07/2026

Abantu bayabuza ndinqabeleni😊

Mholweni bethuna ndiyathemba niseryt ndiryt nam ngapha enkosi.🤗

Kalok into endinqabisayo yile ndivuka qho kusasa ndisambhele Isingqi ukuya efounini yam ndiye ku Spotify okanye ku YouTube ndifike pha ndidlale ezingoma zam zoooonkeeee,kalok nam ndiyazimamela ezingoma kwaye ndiyazithanda njengani❤️❤️❤️❤️ kwa nokuzipha inkxaso okanye inkuthazo.ukuba ndiqale ndangena ku Spotify ndidlale ke pha zonke albums zam ndiphume ndiye ku YouTube napha ndenze njalo.

Lenkxaso nindipha yona yile funeke nam ndizinike yona kuqala😊🤗🤗🤗oh guys ngaphandle kwenu nje akukho eyam ndiyabulela ngothando inkuthazo…enindipha yona…niyayaz mos “ONE LOVE”❤️❤️❤️❤️❤️✊🏽

🗣️🗣️🗣️Yebethuna Yebethuna Yebethuna Mandingathukwa kwi inbox yam….plz yini znkosi🙌🏾🤣🤣Nina why kanti nijeMholweni bethuna...
24/07/2026

🗣️🗣️🗣️Yebethuna Yebethuna Yebethuna

Mandingathukwa kwi inbox yam….plz yini znkosi🙌🏾🤣🤣Nina why kanti nije

Mholweni bethuna….❤️❤️❤️ndiyathemba niseryt nam ndiryt ngapha enkosi.

Kunabantu abandithukayo kwi inbox yam bayazazi balapha futhi asoze ndaba blocker ndingadoze ndabaphendula.okey kubekho aba bathi ndiziphakamisile kulungile bona ndibuyqonda Ingxaki yabo mhlawumbi babethwa kungazi mandicacise.

1. Ifoun yam ku inbox andiyazi itheni kwabanye abantu iyavuma ndiphendule kwabanye ingavumi ,kanje iye ingavezi uba mandikwazi ubhala Inoba yiyo lonto ke besitsho njalo bacinga ndifunda nje ndingahoyi .kanti ke nangelanga elinye andizimiselanga ungahoyimntu,nanjengoba ndiqinisekisa kwi zimvo zenu akukho namnye umntu andingamphenduliyo,nakanjalo ke nakwi inbox ndizimisele njalo.😊😊😊andisoze ndadinwa nini,mpela veki emnandi kwanga uThixo uQamata uMvelingqangi ubawo wethu anganifihla de!…umntu afezekise akunqwenelayo ❤️❤️❤️❤️❤️❤️❤️❤️uTHANDO LUNYE ✊🏽

Yona nakanjani next year ndiyayikhupha album….kulona hayi ayikho xeirm Mholweni bethuna ❤️❤️❤️❤️
16/07/2026

Yona nakanjani next year ndiyayikhupha album….kulona hayi ayikho xeirm

Mholweni bethuna ❤️❤️❤️❤️

05/07/2026

🫣🫣🫣🫣kanene lona unyaka yi gap year asikhuphi nto…..☺️☺️☺️so ningalindelinto bethuna senindibiza Nina uba kanti …..😀😀😀😀iphi into hay kulo 🙈

25/06/2026

Mholweni Mholweni mhooooolweni kaloku nje ndiyathemba konke kuhamba kakuhle ekwahlukaneni enkosi.

Ndiqale ndibulele kuye wonke umntu othe wandixhasa ngethuba ndishiywe Ngutatam ndithi enkosi, inkxaso ke ngalamazwi wenu amnandi nathumela induduzo nanokuqinisa emphefumlweni nanika ithemba….oh enkosi mzi wakokwethu ndiyanazi azange nandiphoxa kwaye azange nandilahla. Amazwi wenu awenzile umahluko ewe bekungekho Lula kodwa ke ngenxa yenu silapha namhlanje.👏🏽🥰

Ndibuyile zithandwa kwaye ndingumqabaqaba.❤️💃🏼💃🏼into ebangela ndibuye Kade bendingafun ukuza kuni ingekabindim ncam.bendizilindile kwehle, intlizoyo ithathe ixesha layo ukwamkela isimo andifuni kuxoka akululanga kodwa ke sesilapha .😊🥰

Enkosi nihlale nibahle ninjalo ndisanithanda ngo Thando

Mholweni ndiyathemba konke kuhamba kakuhle…..bethuna ndisenani….endizanako ndisezonqaba ndishiywe ngu tata wam bethuna…....
06/05/2026

Mholweni ndiyathemba konke kuhamba kakuhle…..bethuna ndisenani….endizanako ndisezonqaba ndishiywe ngu tata wam bethuna….so akukho mnandi eish…..💔💔😭😭😭💔💔Endingakutsho nje ndikhona ndinani 👏🏽

Address

3690 21st Street Ext 5 Khuma
Stilfontein
2551

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Nomaxhosa Traditional Music posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Contact The Establishment

Send a message to Nomaxhosa Traditional Music:

Shortcuts

Share

Category