Anno&Athii

Anno&Athii Contact information, map and directions, contact form, opening hours, services, ratings, photos, videos and announcements from Anno&Athii, Art, Qumbu.

28/05/2026

nivuke nicinge ntoni?

25/05/2026
23/05/2026

itshayile masenzeni le content bethuna

ndicela undifihle adzimLena yi picture yam no mama wam ,ekhaya si rich asidinginto kwicala lezemali ,sifuna nje umfazi o...
22/05/2026

ndicela undifihle adzim

Lena yi picture yam no mama wam ,ekhaya si rich asidinginto kwicala lezemali ,sifuna nje umfazi ozobayi hagu angazali athulule ,who Xa ezele ufumana umvuzo Kwaye akazulalwa ndim uzolalwa ngu Tata lisiko lasekhaya elo,ndicela avele umntu nokuba ngubani I price uyazibizela imali ayongxaki

ndojonga kwi comments

ndifihle adzindinabantwana abayifive from different fathers,umntu uhlala kulo Tata wakhe Kwaye benzelwa yonke into alamb...
22/05/2026

ndifihle adzi

ndinabantwana abayifive from different fathers,umntu uhlala kulo Tata wakhe Kwaye benzelwa yonke into alambi abadingi nto utata babo bayasebenza,bayapeya bobahlanu and I card labo likum empela nyanga andithumeli kwa cent Kuba ndiyazibhatala kaloku andinolalwa mahala ,into endize ngayo ndifuna ukubuza Xa ndingongeza enye I five bazoyithola I peyi okanye kofuneka ndibambalise ngomnye umntu

enkosi adzi ndojonga kwi comments

22/05/2026

sivuke sonke Mo's ?

I did my edges with sunlight they looked nice until after two hours they got white, two minutes later it rained and the ...
22/05/2026

I did my edges with sunlight they looked nice until after two hours they got white, two minutes later it rained and the soap got into my eyes then I got blind 😭😭..

sapha ingculaza yam le ndikuphokozele yona 😭😭😭
17/05/2026

sapha ingculaza yam le ndikuphokozele yona 😭😭😭

ndizele ntoni😭😭😭😭😭??
17/05/2026

ndizele ntoni😭😭😭😭😭??

Address

Qumbu

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Anno&Athii posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share

Category