Yantshula Imbewu

Yantshula Imbewu Imibongo namabali ka Mzie

05/11/2025

Akukho kuthula kukhulu, kunokungabikho kwelizwi obuqhele ukuliva yonke imihla.

28/10/2025

Izinto zisenokungabingcono ngomso.
Zise ngaqengqeleka iintsuku, iinyanga nditsho iiminyaka kungekho ziingunquko kodwa lonto ayithi akuzode kulunge.
Eyona nto ibalulekileyo kukuba ufike kuwo wonke lamangomso ukuze ude ufike kwelingomso lizoguqula impilo yakho unaphakade.

Support Afika Mncotsho in the journey Mister Glam International 2025
25/10/2025

Support Afika Mncotsho in the journey Mister Glam International 2025

Mister Glam International 2025 voting solution by Eventista

23/10/2025
23/10/2025

Phambi kokub uphelelwe
lithemba okanye uncame cinga ubunzima
odlule kubo.

๐Ÿ”Œ
22/10/2025

๐Ÿ”Œ

22/10/2025

Okwethu kukubulela ukuvuka sisaphila, siguqe ngedolo sicele amandla okujongana nengqinamba zosuku.
๐ŸŒฑ๐Ÿ’š๐ŸŒฑ

21/10/2025

Umoya wam nentliziyo yam zixolile, zixoliswa kukwamkela oku ndinako, Kuba endingenako alikafiki ixesha lako.

17/10/2025

Zixolele.
Zithande.
Zithandazele.
Zinakekele.
Zakhe.
Zikhuthaze.
๐Ÿ“–๐ŸŒฑYantshula Imbewu๐ŸŒฑ๐Ÿ“–

Address

Mqanduli
5080

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Yantshula Imbewu posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Contact The Establishment

Send a message to Yantshula Imbewu:

Share

Category