Snethemba Facu

Snethemba Facu my followers are my everything ❤️❤️

28/01/2026

uthi u serious uxelela UMNTU wakho ukubah

👦bbe ndicinga ukuyosebenza kwa MTN😊😁😁

yena avele athi

👧hamba bbe vele namazinyo azokuvotela 😏

😩😭👀👀ungathini wea as umjita

wakho azoku

28/01/2026

👧sawubona tishala ngizolinda I report lika Amanda

👦asimazi samugqibela the day uzomubhalisa ngayo

👀👀ungathini as umzali

28/01/2026

Waze wayislima u Sandile

👧 Sandile ubuya endlini kulahleke imali
👦hayy andazani Na R700 MNA apha

28/01/2026

yho utamkhulu wam kodwa

👴 imalini I coffee

👩‍🍳 R20 I cup

👴iswekile Yona yimalini
👩‍🍳imahala yona
👴ndicela I coffee ne 10kg yeswekile😊😊😊

28/01/2026

yhoo Sana I pain yokulwa no my friend
umbone eketsala ngesandla kulembobo yokuthenga😩😭

28/01/2026

Ixesha lokudla

ekhaya: ndicela undiphe ezambane ndizokunika inyama 😏😩😩

28/01/2026

Uyevah👀

kusho udokotela egqiba ukukufaka indlebeh yenjas

28/01/2026

Umalume a comment Kei picture yakho umve esithi

👦 nice pic mshana wathini umamakho ngeempahlazabantu😭😭

28/01/2026

👦 Nkosi ikubeh bekumnandi emhlabeni ngebah nawe ulapha 🤞

28/01/2026

Uvele ulambe ne boyfriend yakho e mall uyive isithi "bbe ungathini kuvele UMNTU Asiphe I pizza"😩😩😩

28/01/2026

Subeh unebhadi nyani xawunentombi efaka amawatch angasebenzi 😩🙆😏🤞

28/01/2026

👧bbe u stole my heart ❤️😊
👦yho kuncono siyeke cz undenza iphara🙄🙄

Address

Rhayi East
King William's Town

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Snethemba Facu posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share

Category