29/11/2022
I'm sorry guys for disappearing I'm back nw for good I will post later on
This page its about the girl who grew up in a village with her granny ,aunty and her big sister .she
Operating as usual
I'm sorry guys for disappearing I'm back nw for good I will post later on
Ndandimincee!! ngalo mini ndibambe nomphefumlo nentliziyo bethel phezul ingathii kungene intlombe ndibile nobilaa ngapha ndiphiswe nangumchamo ahykeee ndimve ekhwela ebhedin ker elagqwirha lingunyoko a ndibambe ngezandla zeyeza ezbanda ceke ngku ndithe ndisajonge leyo ndeva elagqwirha elikhulu lingumakhul wakho ebuza ba "ingaba isalele lonto okanye mamel" ehhh aphendule ker unyoko "ulele mama and ushushu kamnandii" andsakwaz nozibamba ngku unchamo ushushu ndaqondba okay ba ndinophakama ahyy ndfilee ngulamakhul plan B mandiwkhulul apha ebhedin sugqiba ndiqiniseke ngobuthongo nyaniii ker yenzek lonto kwabe sekfika nexesha lokba mandigoduke qha kunzima uphakama nje nanjanii ndaqiniseka strong ngobuthongo ndfuna ndivuswee cz bendingafun uzphakamel ngokwam lahamba ker ixesha pha ngo 10 ahyy ndivuswee ndithe xa ndphuma ebhedin abone ndimanzi umzimb wonkeee abuze kwenzeka ntn ndichamile 👀ndithii ha a ndibilile 😰kdwa ndyambona ba I khona into ayikrokrelay but Nam ker ndingambonisi ba Ndayaz about lento yabow sendthandazel njee ba mandikhutshwe gatin... Ndasinda olohlobo Nyana inene uThixo mkhulu🙏ngaphind undbuze ngoNyoko futhii
Xolwen bahlali for unilindisa ndizobhala namhlanje late vhaa ..love yah all
Phii umama wakho.nam ndandingayaz mntanam ukuba kulo mamakho bayathakatha mntanam kusenokwenzeka ukuba ndatyiswa into ukuze ndibe nomamakho cz iFamily yam yayityebile ker ngku lamakhulu wapha kulonyoko bemana ngoza pha endlin so ngamanye amaxesha besidla ngothelekisa mina nonyoko ukba singazi couple ezintle kakhulu qha mna ndayqaphela lonto ukba ufuna ndide ndivane naye umamakho anday'hoya lonto pha ekuhambeni kwexesha ndimane ngobizelwa pha ndinikwe lonto etyiwayo qha nam ker ndingaziphakamisi nditye nyani kwathi ngenyim ndipha ndatya umngqusho ndaba ndizzy ndazophaphama eksen sendvuka ndilel camb'konyoko sihambaze sobabin tyhiin ndothuka ndaphakama rhow ndanxiba waye encumile ker unyoko ngalomini caba uyayaz yenaukba kwenzeke ntoni then ekuhamben ker ndabe sendidyola naye ker sendxelel nokba umithi umntanam ndimane ndilala pha ker sivana k*mnand ndibhanxekile ker kunyoko qha qho eksen ngabo3 smtyms xa ndisothuka ndivuswa ngumchamo ndiyochama unyoko ndimfumana engekho apha camb'kwam ndithi ndojonga isthixo emnyango tyhin sisekhona so ithi lonto ukhona apha endlin but ukba phii andiyaz cz yayincinnci landlu yayingu 2 rooms umama kamama wakho belala kitchen yena qha abakho bobabin ker ngku ndazibuza ukba baphii but ndingaycingeli that far lonto ndphinde ndongena ezingubeni ndilale ndiphinde ndithi xa ndiguquka ahyboo nanku ukhona futhi xa ndijonga ixesha sekuhlwile kungabo 5 to 6 ndingambuzi ndithule ndphakama ndibengathi ndochama kanti ndfuna kojonga umama ka mama wakho ukba ukhona yena nah kuba unyoko sebuyile ayyy nyanii naye nanku sekhona.zahamba intsuku zilandelelana ker bemane besenza lonto kwathi ngenye imin bemkile ndaphaphama ndahlal ndivule amehlo wabetha past 3 bengekabuyi ndahlala kwade kwabetha ten past 4 mxm ndithi ndiyancama ndiyalala ngku ndilale ngesisu ndibeve naba bayafika ngku bayathetha pha kitchen ndive umamakho esithi " yeyy undisokolisile lamntu oko ndizama umuthebula ahy sarna izinyanya zakhe azivumi ndabe sendishiya ela yeza bundinike lona"
Ndathi xa ndphendula mna ndibaxelel ukba andfun noyqhela lendawo ndidikiwe kuphila ubomi obunzima mna kwaye ndazisola nokuba ndandizalelwani nokuba uTata waye dibana phii neliNdebelekazi lomfazi elingena nimba kodwa ker baye bathi amaXhosa "imfuzo iyagqithela" so yonke lento eyenziwa yileFamily isuka from k*mntu omdala umakhulu wabo ndithe ndisathetha lonto ndava ngomva wempama andiwazi nokuba usuka phi na ndahamba ndayolala ndazovuswa ngamanzi amabandayo ndisalele kwathiwa ndim namhlanje ozoyenza yonke into apha kulendawo ndabuza ngoba dhan asibanintsi apha for ukba ndingade ndenze kwanto ekfuneke yenziwe (ndisitsho mna kubo) wathi lamakhulu "kaloku wena uzenza sengathi wazii kwanto so ithi lonto wena namhlanje uzoyozingela usfumanele inyama okanye uyobulala umntu uze naye apha silambile thina" ..ndathi andizuyenza lonto mna nina yenza lento eniqhel uyenza ukuze nitye mna andizubulala mntu okanye andizuyozingela.ndithe ndisathetha lonto ndava omnye esithi " thina sibawela ilusu lomntu mfndn saligqibela kdala laweii mfe2 khasincede" andavuma nalapho wathi lamakhulu "bulalani lenja ndidikiwe kuthethe int'enye okokok " ndabethwa andakwaz uhamba ndavalaka amehlo kudumba imilenze andisayiva ndathathwa ndayobekwa camb'kolambo ndagodolo pha ndingakwaz nditsho noshuk*ma kusebsuku ker ngeloxesha ngku ndisangqengqe ngomqolo ndiphefumlela phezulu kuba ubuso bam bugcwele igazi elinye liphuma ngempumlo ngku ndiphefumla kabuhlungu andikwaz nditsho nokuzesula impumlo ndikwaz uphefumla kakuhle iinyembezii zizehlela ndikhala ngentliziyo ndithandaza engqondwen yam kwade kwafika into ethi mandikhwaze utata ndazama ukba ngathi ndambiza nelizwi aliphumi umlomo awuvuleki udumbe kakhulu qha njengba ndicingba ndiyakhwaza mna kanti yinto endiythetha ngentliziyo oko ndiyenza lonto ker sarna ndade ndalala kuthe kusihlwa pha eksen i think it was past 4 ndava ilizwi likatata lisithi "mntanam ndiyaxolisa ngayo yonke lento ikwehlelayo ebomin bakho ndikuvile ngelaXesha uzibuza ukba ndandimfumana
Kukhona lomntu emane thunyelwa ezothatha umntu ngamnye uthe efika k*m ndambuza undisaphii ndbizwa ngban wathi "ubizwa ngumphathi walapha mkhathin" ndawakhupha amehlo ndinqanqazela ndambuza ukba uzandithin ayandihoya lenjakazi kodwa yandbona ukuba ndoyika ahyke sifike pha andityhalele phaka eyy xa ndisithi nantsi nanku lamakhul bendicele kuye amanzi ephunduke inyokakazi enkulu xa ndizondela ndimqwalasela kakuhle tyhiiin .!! Ngumakhulwam muc lo makhulu kthen unjee kanti yinyani le yokba uyathakatha .? Wabesithi makhulu " mntwana womntwanam kade ngifuna ukukuvikela mara kwanjesi nam siskhathi sam begodu ubungathoma uthi uyangazi ngoba la kula ngiberegela khona ngimi ophetheko la nangabe uzokwenza izinto ezingayi ngendlela uyafa " ndothukaa ndizbuza ukba kthen ndphathwa ngol'hlobo kunin ndithandaza ndizama ukuphumelela worse ndisandophuma kobunye ubunzima ngku ndingena kobuye..wathi umakhulu mandihambe ndothanda igazii kwenye toti ndiyosebenza ngku kukho umntu ekfuneka afe nge accident so ela gazi ndizakuligalela eN2 cz uzohamba pha lomntu lowo ndanikwa umshayelo phaya kee kuthi BMW and iyakhawleza ndavuma kuba ndifuna ubaleka kuyo yonke lento ..umhh ndaya kulondawo ndithe ndfika ndabala kanintsi ndathii ahyy mhanie ndindodwa ngku mandibaleke yhooo kwaske kwavakala la voice yalamakhulu endleben yam esithi " suycinga noycinga lento uycingayo cz ndayiva ndayaz yonke into oyenzayo noycingayo" ndakhala ndathi ndicela uxolo akafuna tuu undiva wathi mandenze lento andithume yona then ndibuye ahyke nyanii ndiligalele elagazi ndibhabhe ndbuye ngalaMshayelo ndithi ndizama uthandaza kubekho into ngathii yinaliti iyandihlaba apha entlizweni wabesith lamakhulu " naleyo into ozama ukuyenza ayizukunceda and futhi izakubulalisa kab'hlungu" ndikhale kwade kwaphela nezo nyembezi kutsho isthongo qha kwangathi ndiligeza ndithe ndifika pha emkhathin wabesith omnye we2 esisebenza naye " ukhala akuncedi nathi sancama sekulikhaya lethu eli sesiyqhelile life yalapha nawe usazoyqhela ".........
Yhooo i felt like the wolrd has turned its back on me..ndahlala phansi wethu ndiphelelwe ngamandla ndingenawo nomdla wababantu bathethayo qha ker ndithe ndisahlel ndizama ucinga icebo lokuba ndizakulala phi na namhlanje kwaske kwathi gqi.!! Itshanganekazi lisithi " mburareni nimiyekerani umagowgow wakhe yitakatha ngaye mburareni" yhooo ndaphakama ngalomzuzu ndabaleka kuba nababantu bebesiza k*m benqinelana nalento ithethwa ngelitshangane ndabaleka ndaya entabeni ndafika pha ndaguqa ndathandaza sugqiba ndaphakama ndinxaniwe xa ndijonga ezantsi ndabona umfula ndathi mandihle ndiye phaa ndithe ndsendlelen ebheka pha ndabona omnye umakhulu wethu uhambe ezthethela yedwa ndimbulise "molo makhulu " yhoo ingandihoyi lanto ndaqondba mxm lento itsho ngobumdaka qha ker kukude pha ezantsi and lomakhulu uphethe enye into engathi ihlala amanzi phakathi argg ndizicenge ndiye pha kuye ndocela amanzi ahy nyanii andinike lamanzi amuncu and ingathi adiki-diki kodwa ndisele kuba ndinxaniwe ahy ndihambe qha ngku ndihambayo undijongile lomakhulu eyy ndizibuze ukba undijongel ntoni and umile sarna akahambi ahyke ndiqhubeke nendlela yam yeyy ndive isusu sam ingathi asikho right ndimjonge lamakhulu usamile naye undijongile ndizame ukba ngathi ndakhawleza ndizive ukba ndiba dizzy ngoku xa ndiqala ukba ngathi ndizama ujonga lamakhulu ndimbona sengathi nguNomatariyana yhooo ndawa ndayotsho phantsi ndiphaphame ndikwenye indawo kukho abantu bapheth ikhandlela abanxibanga sibotshelelwe ngama chain ndibuze mna kwabantwana ukba kwenziwa ntoni apha kuthen benjee bebotshelelwe ngama Chain akhomntu uphendulayo ndimane ngobona kubizwa umntu ngamnye angeniswe kwenye indawo k*mnyama andboni kakuhlee apha ukba kwenzeka ntn kanye kanye wazothi omnye k*m " i wonder namhlanje kothunywa bani ukuthi ayokubulala umuntu kwaNostokana) ndothuka ndambuza ukba ninjee nibulala abantu kanti yabe isithi lentwana " siyasetyenziswa apha asizenzi nawe ba ufuna ukuphila uzoyenza lento ekthiwa iyenze " nam ker ndabizwa ......
I'm so sorry to keep yah guys waiting ..I will post tonight anthr episode love yah all
Sikhwaze Nosipho afike athi kuthii masihambe yena uzoshiyeka singakhathazeki ngaye sazama umcenga wathi masihambe ngku before Ababantu bavuke ahyy nyanii singay'tsali Nathi cz sya-panic ngku ndithathe imoto sihambe noSandiswa kusebsuku Ker Sarna sithee.sisahamba njalo xandijonga kwi Rear mirror nantsi imoto kaMjosti islandela siPanic sobabin noSandiswa ndaqina isbindi besithi mandibbalekise Ker Sandiswa name ndayinyathela imoto eyyy nansi nayo le mjosti islandela ngeSpeed my mind was too focused on the rear mirror I couldn't see the road properly because of the bright lights of upcoming traffic and I'm slowly loosing the steering and Sandiswa is yelling so I lost control the crushed we both fainted atleast I woke in hospital asking the nurses how the hell did I get here and where is Sandiswa."Andiswa is Alright my dear we were waiting for yah to. Wake up "I was shocked because I thought I'm talking to the nurse but the voice is familiar then I asked who are yah.?."Ngim uNosipho dear benginilandela ngemodoro kaMjosti khange ngazii ukuthi koke lokhu kuzokwenzeka Mina bengithi ngizama ukukhava iSpace sokuthi ningangitjhiyi khulu Kanti ngiyanithusa askies".Holly shiit you scared the hell outta me..so that's how we got out of the hell Ker ..now Nosipho came along with Mjosti's car and there was money in the Bonet we booked our tickets me and Sandiswa but Nosipho told us that she's gonna stay here and open her own company with money she got so it wasn't easy for us to say goodbye to her 😢 we cried out together and we had no choice but to leave 💔we came back into Africa then we separated me and Sandiswa then I took a taxi from where I was to home..ndithe ndfika nje I hear people saying " nanku omnye umthakathi masimbulaleni before she bewished us " ahyboi I was so shocked I didn't know what to say to them I asked one of the people why are they saying am a witch he said " bcz simbulele ugogwakho simtjhise nendlu yakhe she was a witch so we don't trust any of these fam
Eloko endibetha kodwa ndamxelel ukba ayfun uphuma ndikhale kwade kwaphela nezonyembezi kutsho isthongo qhaa kwathiwa Nosipho makandicendise ukuyikhupha shiiit lamnqundu wafaka isandla ekukwin yam ndayiva sengathi iyakrazuka wabuya la plastic wathi k*m uMjosti " ba bingaphumanga buzonya ndakxelela bendizakuxhela ngku worse besele ndi-orde nebhozo satan" ..kwanzima nditsho nophakama ndaloko ndingqengqe ngomqolo ndade ndalala ndazovuswa yinxolo ye client zakhe Waza k*m uMjosti ndisangqengqe kamnandi nekuku yam isabethwa Moya wayikhaba ngeshlangu esitsolo sangena wathi " phakama msunu ucingba kuzolalwa apha awazii ukba lixesha losebenza Eli" ..wethu wake wakhala uve nentloko isitsho ngapha ndaqondba yeah undenzile lamnqundu kuthiwa nguNomatariyana I wonder wayendizalela ntoni angazukwaz nokundinakekela ndishwabula nje wethu ndiphakama kodwa ndisiya eRoom(in) ndafika abanye sele begqibile uvasa nam ndivase rhow sinxibe ama mini skirt so impressa client wasishiya mjost wathi ubuya kwakhe ufuna imali esandleni k*mntu ngamnye kungabikho osebenzela omnye itsho ihamba lanjaa..Kube late Ker ezizbhanxa zilele asibize Sonke Nosipho athi jongani ndinecebo mna alingasikhupha kuyo yonke lemeko sibuze Thina lithin allok.? Athi ndizoninikeza pills zolalisa ababantu then nibaselise zona nizfake kwiDrinks zabo after that nithathe imoto zabo nibaleke
-Sandiswa ha.a mna andizukwaz yhoo ndisafuna ukphila andfun Mjosti andfumane cz uzondbulala ayy yenzani nodwa lonto...
-Nosipho uyaythanda lento uyenzayo yiyo life ofuna ukuyphila le okanye ufuna ugoduka .? Ndifuna ukugoduka (atsho Sandiswa) sivumelaneni nyanii sifike emagimbini wethu sibagalelele mna ndayo landa amanzi qala then yena ndafaka pills ezya kwi Wine glass yakhe ndamvusa ndathi khavuke allok sisele wine ndamgalelela Kanti mna ndisela amanzi wasela yena la wine wayigqiba waphinda walala kwakhona ndathatha isthixo semoto ndaphuma andikwaz noqhuba what ndizxelel Ker Sarna ukba ndaphuma noma kanjani kulemeko waphuma noSandiswa ....
-Mjosti ptsekani hambani niyovasa niyanuka nonuka ..saguquka sahamba waphinda wasibiza mna noSisipho wathi kuthii namhlanje pha late sizohamba naye kwezinye client zakhe zaphesheya and zikhona izinto afuna simphathel zona and zizomenza Rich wathi masiyophumla okwangoku..lafikake ixesha sanikwa plastics ezine drugs phakathi kwathiwa umntu ngamnye makafake 10 ngaphansi sazama me ukuzifaka ndabe ndphuma igazi elinins ngaphansi kodwa lenja inguMjosti aykhathali ndafaka 8 ndaziva ukba ha.a kubuhlungu we2 yhooo ndikhala wabuza uMjosti kthen ngathi kukho ingxaki apha.? Ndabe ndisithi kuye ezi ezimbin azifun ukungena and ikuku yam ibuhlung kakhul kwaye ndisandotyhinwa kwayzolo ndava nje ngomvaa wempama wathi mandingamqhel kakubi kuneka zongenile noba zongene njanii yena akakhathali as long as sizofika apho siyakhona without being caught ..wasibiza Nosipho wandilalisa ngomqolo phansi Waza ukuzifaka ezincenga ahyy nyanii zongene kdwa kubuhlungu .
-Mjosti andifun masimba ke siyogibela airplane ngku airport andifun mntu ozohamba ingathi uzinyele nizo jumpisa ba wenze nje ikaka ndakukubulala unyee ndiyandiva.? Savuma Ker kubenzima uhamba ukuya airplane apha endlelen xa sihlika imoto athi mjosti sanundinyela hambani kakuhle sizicenge sihambeni sangena phakathi Sisipho bebonakala ukba bekhala apha emehlweni wabuzwa ngomnye umlungu Kazi
-eyy why you crying
-Sis..it's👀 wajonga umjosti wafunyanwa enjongwe kakubi waboniswa no gun kwathiwa Ze njeh athethe uzofela apha (utsho mjosti) wathi uSisipho kulamlungu Kazi "am fine just that am gna miss this place" emincile uMjosti yahamba me airplane wathi mjosti singaphinde sincokole nabantu simenza nervous otherwise uzosenza enye into esingasoze siyilibale ebomin bethu ahyy we2 sowagqiba njee ndizitsholo nje ngaphakathi safikela kwenye mension enkulu kakhulu safika pha sanikwa oovasi ukba sikhuphe eza drugs ngaphansi sazikhupha kwaphuma 9 k*m ndithi ndazama ukhupha eyokugqibela kubebuhlungu kakhulu ndikhale Abe uMjosti endimele apha sarna!
Wanditsala lasisi wabesithi mandikhawuleze ayondbonisa ikhona into aseBusy ngayo ngku sihambayo athi "ntombazane APHA akuncengwa vha ndicela zumamel and wenze yonke lento ekthiwa mawuyenz ba usafuna ukphila mna ndinguNosipho igama nali igumbi lakho ngena yophumla ngomso yimin enkulu " ndangena kukho sponge nengubo ey1 khange ndilale Oko ndicinga ngayoyonke lento yenzakalay apha ebomin bam kusee ndisahleli savuswa ngabo4 ngulabhuti umbi oFit wasibiza Sonke wathi kuthi "jongan apha mingqundwen namhlanje ndizofikelwa ngabantu apha ndizoba rich nganii and futhii andfun mntu usokolisayo otherwise uzodibana nam hamban niyovasa ninxiben kakuhle to impress my people xa belapha" ahyy nyanii zifike ezvakashi bethetha ngazo waphinda kuthi wathii ze nje siphazame or simhlazee apha kwiClient zakhw sizomazi kakuhle yhooo sendiyoyika ngku lasisiNosipho wabendinika condom wathi ze ndiyifihle ingabonwa cz ba iboniwe ndizakubethwa yilenja ekthiwa nguMjosti ..sabe si-stripper Ker simane ngobizwa one by one yhooo ndabizwa ngenye ikaka ende iFit lanto ndabangathi ndazulisa xa ndisithi ndijonga uMjosti wabendibonisa u-gunii ndaqondba yaeh ishubile ngku Saya nyanii eroom(in) ndambona ekhulula lobhuti ndamnika laCondom ndathi ndicela ayfakee wandikhulula nam ndinqanqazela ndingakwaz noshuk*ma lomngqundu uphezkwam and uyandisinda ndikhalela ezansi kubuhlungu negazi laphuma lagcwala ingubo wayenza wachitha walala apha camb'kwam ebeke isandla sakhe phezkwam ndathi ndyaphakama wandbuza ukba ndiyaphi akagqibanga worse ndimnandi ucela ndimphe round yokugqibela then uzondiyeka ndakhala kwade kwaphela nezonyembezi ahyy wayenza umfana wagqiba sabizwa sonkee ngku nguMjosti ufuna imali yakhe lomntana olapha ecamb'kwam wathi akanayo labhuti khange amnike nix wabethwa ngomvaa wempama wawela phansi wakhupha u gun uMjosti ndamcenga ndathi ndizamnika mna ndinayo imali ahyy nyanii Ker ndimnike Kuba mna ndifumene double pe*******on ndabe ndibhatalwa kabin ngulamntu bendizuma ndathatha enye ndanikezel
Ndithe ndisajonge njalo ndabona imoto ihlika itha izongena kwindlela ye gravel road sahambe ke umgama omde nditshintshe apha ebsweni ndimane ndizihleka kancinci bcz lomnt endihamba naye akay'hoyanga yonke lonto she's too focused endleleni mxm sahamba sayomisa kwenye indlu endala engenazo nefestiri nencango alikho and seku late ngoku sangena phakathi tyhiin akhomntu muc apha and k*mnyama kazii undisaphi lomntu 🤔ndambona etsala enye intambo kwahla Alevator sangena kuyo sanyuka sithe Xa sfika phezula naba abanye abentwana begcwele apha nabanye oBhuti abadala bapheth ooGun ndajonga Umana ndambuz ukba ungumzali onjani othengisa ngomntanakhe wokugqibela wabesithi k*m bubomi mntanam nam obu endfuna ukubuphila qha yimali le indbethayo wabe enikezel ngami kulabhuti wanikwa 5hundred thousands ndamva esithii "yimalin khona le encinci kangoko asoze klk ndikunike abantwana bam bobabin sugqiba undinike 5k worse li-virgin Eli " andothukaa ndambuza mama uthetha ngantoni ngomphi omnye umntana onikezel ngaye .? Akandihoya wabesithi labhuti "uphambene kaloku kuNotjheleni khange sivane ngemali buthe masimvee Qala ukba unjanii then soPhinde sitheth " wabethukisa nozala ndabajonga hlezi bekrwada fam yam njalo waphele esithi labhuti "ingathi undilibele wena ukba ndinguban ndizakutyisa intyiza ngku okanye ndikuqhawule iqhoqho uphila mnqundwakho ptsek sfebe zisa lonjaa aphasugqiba uhambe ba usaguna ukphila " yhooo sarna ndaqondba kuTense vhaa andisoyiki ndanqanqazela klendawo ndikuyo ndeva omnye ubhuti esithi "ndicela imva umqala ngokwam ufuz'ukba mnandi njengo dadwabo what benamasimba yena so inoba Lo u-soft" tyhiiin ndabe ndiyqonda ukba ohkay kwangela xesha singenelwe ngabantu bebethunyelwe nguNomatariyana and besazi ukba sishiyeke sodwa ndabe ndbuza omnye wabobhuti ukba uphi sister wam ..unyoko uthwele ngaye wena ucingba lemoto ahamba ngayo uyfumenephii engaphangeli ..utsho labhuti xa ephendula ndakhala wathi labhuti ukukhala akuncedi hambo Lala ngomso syaqalisa usebenza kwabe kibizwa omnye uSisi
2 be continued.. In
MntazaneXhosa ikhona into engifuna ukukutjela yona iza hlala la
Eyy mhanie anda-lost ndazbuz ukuba ingaba uthetha ngantn umakhulu ngku mxm ndatsala istulo ndahlala phansi wabesithi k*m "jonga yamkhumbula lamntu ndandihambe naye ngalamin ndileqa ekapa " ndambuza ukba uthetha ngalamama bezoklanda apha enxamile .?wathi "ewe" ndambuza ukba utheni Ker
-gogo umhh mntwanam mna ngigugile kwanjesi amandla angisenawo kuzomele uye kunyoko ngiyaz ukuthi zange akukhulise mara Ker ekugcineni kunyoko Loya ekekho omunye unyoko ngaphandle kwaloya ngobo nodadwenu omdala akasekho emhlabeni sekungithi sobabili begodu usesemncani wena
-Sandiswa ahyboo.!! Makhulu mna asoze kaloku ndihlale nela menemene lomfazi elingayaz nokba ndikhule ndisitya ntoni khona kthen uzondxelel lonto namhlanje .?lonto utsho kab'hlungu njengomntu ozond'shiya ...khatsho Ker uhlala phi lonontyantyambo uthetha ngayee
-gogo lalelake mina zange ngikufundise izinto ozikhulumakwezi ngunyoko Lo esikhuluma ngayee noma ungambiza ngawo woke amagala layo uwabizako aksalako ngunyoko begodu sikhuluma nje uyeza usendleleni uNomatariyana
-Sandiswa Kodwa mna makhulu ndisamnandelwe kuhlala nawe andikabawel yohlal kweny indawo....ndambona engandihoy umakhulu yaphakama lantsoo yarhuqa istulo yayotsho egumbin layo lolala ndaqond'ba yah neh sithethile isalukazi.
Akwaphela even Neh hour(a) yatsho ingena lanto inguNomatariyana ithi izondilanda ndabe sendipakisha name intozam rhow ndakhwela emotwen ndinomsindo wam qha ndizxelel ukuba uke wathetha nje ububhanxa ndizamphendula ikaka sahamba ndimane ngojonga emva ndicingba umakhulu mhlamb uzathi masibuye qha phii Ker engqengqe ngomqolo ebhedin ephole apha entloko
Aphe endleleni ndimane ndibethelwa luvalo ndimjone lomntu ekthuwa ngumama wam ndithe ndisamjonje njalo Kube kuRinga phone ayichole ndimve esithi "nanku ndimphethe wena uyiphethe imali yam apho.?" Caba lomntu athetha naye ngulo azondisa kuye qha ndise lost ukba kwenzeka ntoni ndimbuze ukba Kanti Sisi undisaphi mfundn
Bendicela uhlale pha ebumelwaneni ndizozoklanda ubuya kwam va(a kiss on her forehead)
Ngakhamba ker ngayokudlala bekwaba seb'suku soloko akabuyi Sandiswa wafika sele k*marhwaqela saya endlin safika wenza ukudla sadla after that wathi masiyokulala sangena soy2 eroom(in) lam
-Sandiswa mntase ndakthanda vhaa (with a polite voice) then she gave me a kiss on a forehead and i was scared and she seems scared too but since she's older than me khange afune ukuJump(isa) then she left nam ngala i heard a noise outside and the noice is coming from my neighbours i woke up ngasondela emnyango and the closer i get to the door is the more the noise get closer too and im shaking now i opened the door only to find out that there was 4 men standing by one of them pushed me aside then the other one grap me ngezwa i voice ethii "aksuye lo esimfunako usesemnacani lo lets check the other rooms" angibaboni kuhle ebusweni i tried to scream but no one coud hear cause its raining outside bamthola Sandiswa bambeka infront of me and she was crying screaming for help then they r***d her ngamuzwe esele naye aphelelwa mamadla wokulila negazi ligcwele phasi but these mother fu***rs dont give a damn about that
Ngazama ukuphakama trying to and and help her i heard a huge slap in my got damn face i felt dizzy ngalala kancani but there is a voice screaming politely saying "mntase .!!mntase baleka yocel uncedo ndiyafa" i coudnt stand up after that they left her dead she died slowly because she lost a lot of blood i woke up found her dead i called my granny and uncle's bafika bangibuza ukuthi what happened i couldn't talk because it brings back all the shiitty thing that was happening. They arranged the funeral and it all went well after the funeral i ddnt want to sleep alone again i went to sleep with my granny which i call her (mom)
Nangembala ker banguthuthuzele until i fall asleep ekseni bangivusa for breakfast then ngadla so the fam people started to leave now one by one ngasala nomagogo .....
Khovuke Nomgqibelo ungenzele itiye mntwana womntwanam Yaz ngivuke ngidinwe njanii .(kutjho umagogo) nangembala ke ngiphakame ngyomenzela after that ngikhambe ngyokuvusa uSandiswa ekamerweni lakhe 'sandiswa Vuka ngikwenzel itiye' .."yhoooo lonto niyamvusa umntu kwaksasa ezilalele kamnandi mna andiy'qhelanga lento yovuswa Ker mna tyhiin" ahyboo Sandiswa ngikwenza umuntu nasukala uyangiphoxa wena
-sandiswa aakies wethu mhanie ingxaki bendisaphupha kamnandi qha wandphazamisa ....ohkay Ker mntase I understand nam ngiyaxolisa ngokuvusa..waphakama uSandiswa arhurhubisa inyawo waya eKitchen wathatha itiye yakhe wahlala phasi
-gogo mntazaneXhosa wavuka unobuso obukwate kangaka kwenzakalani .?
-Sandiswa kaloku makhulu mna andiy'qhelanga lento yovuswa kwaksasa ndsaphupha kamnandi qha Ker Kuba umntase endenzel intoyophunga engafun ndishiyeke ndaqond'ba mandivuke kwaye ndabulela mntase ngempatho yakho
-Notjheleni akuna kinga mntwan'ekhaya ....
Gogo-bantwabam namhlanjesi nginekhambo Eliya kude ebengingekalilindeli kodwana kfuneka ngiyile lapho Notjheleni ngibawo ungibekele amanzi ngizokuhlamba...ngaphakama ngayo wabeka ngembala afudumale awathathee ayokuhlamba ngimizwe anande abhodla-bhodla phela yinyanga ugogo.ahykee ngirhoje ngilungisa ikasi yakhe yenhlahla le azokhamba nayo
Ngimbone esele aphuma ekamerweni amhlophe wathii kuSandiswa amkhaphe bayokukhuluma nabokhokho nasele babuya kwabe sele kufika nomodoro kaNomatariyana ngaguga ikasana kagogo leya ngayoyifaka emva ebhodini ngayokulotjhisa Umma Lo ongaphakathi
-lotjhani mama
-yebo mntwanam kunjanii kwanje khona nikhulile Yong Qala msii neskhathi asisekho angikwaz nonipha amaswidi kodwana niqine bantwabam niyezwa.?
-savuma Ker sino mntase yakhanbake imodoro ngithe nangifika ngendlin ngathola uSandiswa embethe izembatho ezinye ezikarisa khulu begodu zimfanela
-yhoo umuhlee mntase
-enkoc mntase ( smile)
-manjesi uyaphi Ker nasele wembeth nje.?
- ohkay Ker mntase jonga ndizophuma mna ngku ndothenga amaqanda nebisi neSonka
Iye khona indlela eya ekuphumeleleni inameva iyahlaba ipilo ngumzamo ngoba lona naloya uzama indlelakhe yokuziphilisa
Uya eskolweni ngoba ufuna iksasa eliqhakazileko
Uya emberegweni ngoba ufuna ukuzijamela ngemilenze yomibili
Sibakhona isikhathi epilweni la uzizwa khona uphelelwa mamandla uzizwe sengathi awsilutho ebantwin zibuhlungu izinto engidlule kizo epilweni ukuhlukunyezwa bazali nokuthengisiswa kwamapilisi (drugs)nokuberegiswa ngamandla.Nangembala Ker enzinye izinto uye uzibone bonyana la baqinisile nabathi ukutlhoga Sakho kubhica ngamanzi iye khona ukubathanda ungabathanda kodwana ungathemba nomnye ngoba Abantu abangizwisa kabuhlungu ngilaba ebengihlekisana nabo izolo ilizwi lomzali liyakha kodwana ungamkhohlwa unkulunkulu..
That was an introduction
Please like and share or comment
These are the names of the people who gna be on this story
Nosipho (noNhlanhla's mom)
NoSphenge (their granny)
Aniphe (a Xhosa girl )
Madzela (father of a Xhosa girl)
Notjheleni (their nice aunty)
Hello guys umhh i want to let yah knw that what about to write will be written in isiNbebele but i will try to mix it up a little bit with English or xhosa .....you will get your story later
Thank you
Cape Town
Be the first to know and let us send you an email when Ngalifela icala ekungasilo lam posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.
Send a message to Ngalifela icala ekungasilo lam:
Katlehong Ecg The Jesus Nation
Lethukuthula High School, JohannesburgPinto Vybz Graphic Designs & Music
Middle Street, RustenburgJas Arts - Black Lion Productions
Rooiboss Lane, KlerksdorpEthnic Ink Tattoos & body piercing crew
Pretorious Street, PretoriaMphoza Plumbing we are simply the best
Molokomme Street, Polokwane